Legit Meezy 138

Call Directions Contact the business

Legit Meezy 138 Nto ka FAKU🫡
Beat Producer 🎶
Photographer 📸
iiPhoto andinikisi ngazo ku inbox naku WhatsApp unless uyi organizer ye tournament.

Aikhona😳🫡07 November siyodlala I tournament siyi Caba united academy 🙌♥️
02/11/2026

Aikhona😳🫡
07 November siyodlala I tournament siyi Caba united academy 🙌♥️

Kudlalwaphi today?🫡🔥
01/11/2026

Kudlalwaphi today?🫡🔥

Ngubani ngoku lo oqhuba I kaizer Chiefs elalini yam?💔😢
01/11/2026

Ngubani ngoku lo oqhuba I kaizer Chiefs elalini yam?💔😢

Ndaske ndakhumbula sisaqala ukutshaya intsangu, kwacaca ukuba kuyabanda ngale mini kwaye siyonqena ukuyotshayela phandle...
01/11/2026

Ndaske ndakhumbula sisaqala ukutshaya intsangu, kwacaca ukuba kuyabanda ngale mini kwaye siyonqena ukuyotshayela phandle, sayibethela endlini la joint. ngelishwa lomhluzi wamanqina kanti umama uzobuya early emsebenzini ngenxa ye weather yhooo, sathi xasimbona esiza saphithana sigilana ingulowo nalowo eqoqosha ama tools e g***a lapho ndihlekiswa ngu Onele, akasiboni I spray kuba sasidla ngokufaka sona xakusiza umntu iyhoo wavula I roll on u kayse wayihambisa emoyeni caba uthi ngelakhe utshintsha ivumba lomoya ngale roll on 😆😭 ndavele ndayeka nendandiyenza ndoma yintisini because why ezobhabhazelisa i roll on emoyeni ucinga ivumba layo lizoshiyeka linuka emoyeni njenge perfume?😭😆

Xasise Magogogweni phantsi e downtown🫡🙌 471 🌂
01/11/2026

Xasise Magogogweni phantsi e downtown🫡🙌 471 🌂

Friday siyohlamba I kit emini, emalanga siya Camper then ekuseni siyavuka sihlamba nge yeza bese siya eDutyini😳 iintwana...
31/10/2026

Friday siyohlamba I kit emini, emalanga siya Camper then ekuseni siyavuka sihlamba nge yeza bese siya eDutyini😳 iintwana zam zizobe zingathi zityiwa yintelezi zifuna into ibilapha🙌🥺
proudly sponsored by Gaba holdings foundation, u Gaba ke yenye i taima yalapha elalini eye isizame nge kit xakune tournament apha engingqini, omnye umntu oye asizame ngula my friend ekuthwa ngu Ashraf🫡 kodwa ke mabahambe🥱

Caba United kungenzeka iye ke apha eMantlaneni🥺♥️
30/10/2026

Caba United kungenzeka iye ke apha eMantlaneni🥺♥️

Madwaba Sport ground ⚽

Ntabankulu 📍⚽

Under23 knockout Tournament

Owww yessss 🙌🔥
29/10/2026

Owww yessss 🙌🔥

Undibambile?🌧🤝
27/10/2026

Undibambile?🌧🤝

Address

Tabankulu

Telephone

+27784848868

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when Legit Meezy 138 posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to Legit Meezy 138:

Shortcuts

Share

Category

Nearby photography services