MJay Snap

Call Directions Contact the business

MJay Snap Photographer 📸📸
071 864 0605 📱(WHATSAPP and CALLS)
Always available

Namhlanjer yi 16 ka October kuzalwa lomama wazala lentwana ingu M Jay❤️🤭Happy Birthday Mandayini🍰🍰❤️ Magquma ,Mazqelekaz...
16/10/2026

Namhlanjer yi 16 ka October kuzalwa lomama wazala lentwana ingu M Jay❤️🤭

Happy Birthday Mandayini🍰🍰❤️ Magquma ,Mazqelekazi ,Mantwanantle , Mahlamba ngobende uthixo akugcine sikhule sibabantwana bakho de nathi sikwenzele izinto ezintle 🍰🍰❤️ Ndyakuthanda

12/10/2026

M Jay Snap family uzabuyela very soon🙏 ndisene problem ye machine yam ngoku ndi busy ngokuzama ukulungisa yona

Good luck to all Grade 12s kwi Final Examinations🙏📸
09/10/2026

Good luck to all Grade 12s kwi Final Examinations🙏📸

Syafundisa syapaselwa📸
09/10/2026

Syafundisa syapaselwa📸

Syakhaba syapasa✍️📸📸
08/10/2026

Syakhaba syapasa✍️📸📸

Awards day at Majavu 📸
08/10/2026

Awards day at Majavu 📸

At eMajavu special daySinging pledge and Taking Awards
07/10/2026

At eMajavu special day
Singing pledge and Taking Awards

05/10/2026

Bafwethu kunye nani bodadewethu ndyabonga..abantu bayandbhalela ku Whatsapp baphose lonto banayo..ndyabonga kakhulu🙏🙏

Ndyabulela Sisiwamie kakhulu🙏📸😭
04/10/2026

Ndyabulela Sisiwamie kakhulu🙏📸😭

Molweni M Jay Followers✍️📸📸Akukhonto i mnandi ndibenengxaki ye camera , so andifuni nibone sendinga post.i ndibe ndingan...
04/10/2026

Molweni M Jay Followers✍️📸📸
Akukhonto i mnandi ndibenengxaki ye camera , so andifuni nibone sendinga post.i ndibe ndinganazisanga nto💔

Shuthi ingenwe ngamanzi last week kwi tournament ngoku yaphazamiseka
Ngoku ndizama indlela yokuyiba ibe ryt 🙏 ndingayamkela ker nalonto umntu angayphosa nokuba incan kangakanani ingawenza umohluko indincedise enkosi

Address

Esikhumbeni A/A
Bizana
4800

Telephone

+27718640605

Website

Alerts

Be the first to know and let us send you an email when MJay Snap posts news and promotions. Your email address will not be used for any other purpose, and you can unsubscribe at any time.

Contact The Business

Send a message to MJay Snap:

Shortcuts

Share

Category